
Usapho oluselutsha lwase Diepsloot lulahlekelwe yintombazana yalo encinci egama layo lingu Angel osweleke ezama ukuwela umfula esiya esikolweni ecangcatha ematyeni. Umzinjana wakhe ufunyenwe emva kweentsuku emke nalo mfula[1]. Asikwazi ukuvumela oku kwenzeke emva kweminyaka engama -22 e-Demokhrasi, Ngokubambisana singafaka uxinzelelo kuMaspala wase Diepsloot ukuqinisekisa ukuba wakha ibhulorho yabo bahamba ngeenyawo khon’ukuze abantwana noluntu lwase Diepsloot bakwazi ukuwela bekhuselekile.
Sodolophu Tau obekekileyo kunye namalungu ka-Masipala ase City of Joburg
Sicela ukuba nakhe ibhulorho yeenyawo ehamba phezu kwalo mfula uAngel Sibanda aswelekele kuwo yase Diepsloot ngaphambi kokuphela kwexesha enilibekelweyo lokulawula.
[1] http://www.dailymaverick.co.za/article/2016-03-01-groundup-children-still-have-to-cross-the-diepsloot-river-where-angel-drowned/
http://fourwaysreview.co.za/225334/social-development-mec-visits-family-of-diepsloot-flood-victim/