MENU

Joyina intshukumo yabantu abangama126642 ekwakheni uMzantsi-Afrika olawula ngobulungisa nalapho abemi bathatha inxaxheba ekulawulweni kwabo.

Sijika i cellphone yakho ibe sisixhobo sokwakha iDemokhrasi

Joyina nawe ngokuthumela iSMS, please call me okanye iWhatsapp

ku 07435 POWER. Okanye usayine apha.

i-amandla.mobi yintshukumo yabantu abangama 126642 adibana ngamaxesha enzima ekwakheni uMzantsi-Afrika olawula ngobulungisa nalapho abemi bathatha inxaxheba ekulawulweni kwabo. Sizimisele ukujika iicellphone zibe sisixhobo sokwakha iDemokhrasi, ukuze abo bachaphazelwa kakhulu yimpatho-mbi, ingakumbi abo bangoomama abantsundu, bangakwazi ukuma nabanye ukuze ilizwi labo lithathelwe ingqalelo libenamandla okwenza inguqu .

Nokba ungubani na, ungakwazi ukujoyina le ntshukumo ngokuthi uthumele iSMS, pls call me, okanye iWhatsapp ku 07435 POWER. Okanye ungasayina apha.

Kukho umba wasekuhlaleni otshisa ibunzi nofuna ukujongisiswa ngabo basezikhundleni zolawulo? Singakuxhasa uwubeke elubala ngokuthi uqale umkhankaso.

Kukho umba wasekuhlaleni otshisa ibunzi nofuna ukujongisiswa ngabo basezikhundleni zolawulo? Singakuxhasa uwubeke elubala ngokuthi uqale umkhankaso..

i-amandla.mobi isebenzela ukuba ixhaswe ngabantu abafana nam nawe. Ukuze sikwazi ukucela umngeni kwiziphatha-mandla, asiyamkeli inkxaso-mali ephuma kwiinkampani, kumaqela oopolitiko okanye kuRhulumente. Ukuze sihlale singuzimele geqe kwaye singayanyanisa nawuphi na umbutho, sixhomekeke kwiminikelo esuka kubantu ekuhlaleni.

Ezisematheni

Thirteen months on and SABC and etv will still not screen Emmy award winning documentary, Miners shot Down. As congratulatory messages continue to flow from all directions including political parties, amandla.mobi members ask why the SABC and etv will still not show the documentary to all South Africans. On the eve of the second anniversary of the Marikana Massacre last year, widows and family members of those killed in Marikana, travelled from the Farlam Commission of Inquiry to the studios... Read more

Inhlangano yokugqugquzela amalungelo omphakathi, i-amandla.mobi, ibe nempumelelo ngemuva kokufaka uhlu lwezikhalo kuMnyango wezeMfundo ePhakeme ephoqa uMnyango ukuthi ukhiphe umbiko we-‘No-Fees Varsity’. UMnyango uthumele lo mbiko kwi-amandla.mobi namhlanje ekuseni, NgoLwesine, ngemuva kwesicelo ebesifakwe ngokomgomo wokuPhucula ukuFinyelela oLwazini, kuMqondisi-Jikele kanye kuSekela Mqondisi-Jikele ezinsukwini ezimbili ezedlule. Zombili lezi zikhulu bezinikezwe izinsuku ezingu-14 ukuthi ziphendule kulesi sicelo. Umbiko we-’No-Fees Varsity’ wawuthulwe kuNgqongqoshe wezeMfundo ePhakeme, uMnu Blade Nzimande, ngoZibandlela ka-2012 kodwa wawungazange udluliselwe emphakathini. “Ukukhishwa kwalo mbiko kungokunqoba okukhulu kumalunga e-amandla.mobi asaqhubeka nokukhalisana nabafundi mayelana... Read more

*UPDATE* - University of Johannesburg students and workers have launched an #OccupyUJ shut down in response to workers losing their jobs, the VC refusing to meet with students over fees. Students have faced assault by security, bouncers and armed police. Please send airtime or an e-wallet to @UJFML via 0834412941 (MTN). -We are getting reports from CUT Welkom students were attacked and arrested. We've called lawyers, but students are requesting airtime donations to coordinate bail, call parents and reach out... Read more